Genesis 32:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayebuza u‐Yakobi, wati: Zuxele igama lako. Yaisiti: Kunganina ukuba ubuze igama lam? Yaza yamtamsanqela kona apo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuza uYakobi wathi, Ndixelele igama lakho. Yathi, Ulibuzelani na igama lam? Yamsikelela khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuza uYakobi wathi, Ndixelele igama lakho. Wathi ke yena, Yini na ukuba ulibuze igama lam? wamsikelela khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe yena uYakobi: “Nawe ndixelele elakho igama.” Uthe loo mfo: “Uza kulenzani igama lam?” Watsho esikelela uYakobi.