Genesis 32:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Yakobi wabiza igama lalondawo nge‐Peniyeli: ngokuba, watsho, ndibonene notixo ubuso ngobuso, wasinda umpefumlo wam noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYakobi wayithiya loo ndawo igama eliyiPeniyeli; kuba wathi, Ndibonene noThixo, wahlangulwa umphefumlo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYakobi wathi loo ndawo yiPeniyeli; ngokuba ndibonene noThixo, wahlangulwa umphefumlo wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi wathi: “UThixo ndimbonile ubuso ngobuso, ndibe naku ndisaphila.” Wathi ke loo ndawo yiPeniyeli.