Genesis 32:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ebesiti: Ukuba u‐Esau uya kuza kwomnye umkosi, awubete, uya kwandula umkosi oseleyo usinde.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Ukuba uEsawu uthe wafika kwenye imfuduka, wayichitha, yosinda imfuduka eseleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ukuba uEsawu uthe wafika kwenye isihlwele, wasichitha, abanye abantu bosinda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Icebo lakhe lalikukuba kusinde eli lesibini iqela, xa athe wahlasela elokuqala uEsawu.