Genesis 33:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabeka amakobokakazi nabantwana bawo pambili, no‐Leya nabantwana bake ngasemva, no‐Rakele no‐Josefe ngasemva ngakumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wababeka abakhonzazana nabantwana babo phambili, uLeya nabantwana bakhe emva kwabo, uRakeli noYosefu emva kanye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabeka abakhonzazana nabantwana babo ngaphambili, uLeya nabantwana bakhe emva kwakhe, uRakeli noYosefu emva kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabeka amaqadi nabantwana bawo ngaphambili, weza noLeya nabantwana bakhe, kwaza ekugqibeleni yanguRakeli noJosefu.