Genesis 33:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wamisa kona isibingelo, wasibiza ngokuti: Utixo ngutixo ka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamisa khona isibingelelo, wathi ukusithiya nguThixo, uThixo kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamisa khona isibingelelo, wathi igama laso nguElohe-Israyeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wenza iqonga lamadini apho, wayithiya loo ndawo ngoThixo, uThixo wamaSirayeli.