Genesis 33:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka yena wandulela kubo ukuwela, waziqubuda ngasemhlabeni amaxesha asixe̔nxe, wada wasondela kumkuluwe wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yena wagqithela phambi kwabo, waqubuda emhlabeni kasixhenxe, wada wasondela kumkhuluwa wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabakhokela, waqubuda kasixhenxe, wada waya kumkhuluwa wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi wayengaphambi kwabo, ekhahlela kwada kwakasixhenxe njengokuba wayesiya esondela kumntakwabo.