Genesis 33:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabaleka u‐Esau ukuya kumkaulela, wamsingata, wawa pezu kwentamo yake, wamanga: balila ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wagidima uEsawu emkhawulela, wamwola, wawa entanyeni yakhe, wamanga; basitsho isililo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wagidima uEsawu esiya kumkhawulela, wamwola, wawa entanyeni yakhe, wamanga; balila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEsawu wakhawuleza ukuya kuye, waziphosa kuye, wamgona, wamanga. Balila bobabini.