Genesis 33:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wapakamisa amehlo ake, wabona abafazi nabantwana; wati: Bayinto nina aba kuwe? Wayesiti: Ngabantwana abanikileyo utixo ngofefe kwisicaka sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawaphakamisa amehlo akhe, wababona abafazi nabantwana, wathi, Ngoobani na aba banawe? Wathi yena, Ngabantwana, athe uThixo wabababala umkhonzi wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawaphakamisa amehlo akhe, wabona abafazi nabantwana; Athi: Ngubani na lo unawe? Wathi, Ngabantwana, athe uThixo wabanika umkhonzi wakho ngenceba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akusinga-singa uEsawu, wabona abo bafazi nabo bantwana, wabuza wathi: “Ngoobani aba uhamba nabo?” “Mhlekazi, ngabantwana endibaphiwe nguThixo,” utshilo uYakobi.