Genesis 33:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula asondela amakobokakazi, kwa wona nabantwana bawo, baziqubuda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basondela abakhonzazana, bona nabantwana babo, baqubuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zafika iimpelesi, zona nabantwana bazo, zaqubuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eza amaqadi nabantwana bawo, afika akhahlela.