Genesis 33:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasondela no‐Leya, nabantwana bake, baziqubuda; nakamva kwasondela u‐Josefe no‐Rakele, baziqubuda nabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasondela noLeya nabantwana bakhe, baqubuda; emveni koko wasondela uYosefu noRakeli, baqubuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasondela uLeya nabantwana bakhe, baqubuda; emva koko basondela uYosefu noRakeli, baqubuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwalandela uLeya nabakhe abantwana, kwaza kwagqibela uJosefu noRakeli, nabo bakhahlela.