Genesis 34:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku wapuma u‐Dina, intombi ka‐Leya, leyo ubeyizalele u‐Yakobi, ukuya kubona intombi zakwelolizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uDina, intombi kaLeya, leyo wayizalela uYakobi, waphuma waya kubona iintombi zelo zwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uDina, intombi kaLeya, leyo wayizalela uYakobi, waphuma waya kubona iintombi zelo zwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamhla uthile uDayina intombi kaYakobi noLeya waya kubutha kwezinye iintombi zaseKanana.