Genesis 34:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kungoku kupela esiya kuvumelana nani: Ukuba noba njengati, okokuba kwaluke kuni konke okubudoda:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sovumelana nani ngale ndawo yodwa, ukuba nithe naba njengathi, ngokuthi yaluke kuni yonke into eyindoda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sovumelana nani kule ndawo yokuba nithanda ukufana nathi, ngokuthi yaluke kuni yonke into eyindoda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Singavuma xa nina, kunye nawo onke amadoda alapha, nisaluka, nifane nathi.