Genesis 34:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba aniyi kupulapula kuti, okokuba naluke, soza sitabate intombi yakokwetu, simke ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba nithe anasiphulaphula ngokuthi naluke, soyithabatha intombi yethu, simke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba anisiva ukuba naluke; soyithabatha khona intombi yethu, sihambe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ukuba anivumelani nathi ngale ndawo, siya kumthatha udade wethu, sifuduke apha.”