Genesis 34:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wambona u‐Shekeme, unyana ka‐Hamore um‐Hivi, inkosi yelizwe, owamtabata, walala naye, wamdlwengula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UShekem, unyana kaHamore umHivi, isikhulu selizwe, sambona, samthabatha, salala naye, samona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uShekem, unyana kaHamore, uMowabhi, ukumkani welizwe, wambona, wamthabatha, walala naye, wamenza inqambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UShekem, unyana kaHamore umHivi inkosi yaloo mmandla, wambona, wemka naye, wazithathel' isondo kuye.