Genesis 34:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inkomo zawo, nempahla yawo, nazo zonke izilo zawo, aziyi kuba zezetu na zona? kupela sivumelane nawo, aeya kuhlalelana nati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imfuyo yawo, nengqwebo yawo, nawo onke amaqegu awo, akasayi kuba ngawethu na? Siya kuthi kodwa sivumelane nawo, ukuba ahlale nathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imfuyo yawo nempahla yawo nayo yonke imfuyo yawo ayisayi kuba yeyethu na? masivumelane nabo, kwaye baya kuhlala nathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Anithi ke izinto zabo nemfuyo yabo yonke ayingebi yeyethu xa kunjalo? Masivumelane ke nabo, bahlale nathi.”