Genesis 34:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabo bonke ubutyebi babo, nabo bonke abantwana babo, nabafazi babo, babatimba, babapanga, kwa nako konke okusendlwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nobutyebi babo bonke, nabantwana babo bonke, nabafazi babo, babathimba, baphanga neento zonke ebe zisendlwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathabatha bonke ubutyebi babo, nabantwana babo bonke, nabafazi babo, baphanga neento zonke ebe zisendlwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke into enexabiso bahamba nayo, bathatha bonke abafazi nabantwana kunye nempahla yezindlu.