Genesis 34:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Hamore wateta nabo, esiti: u‐Shekeme unyana wam umpefumlo wake uyalangazelela intombi yakokwenu: kaniyinike kuye ibe ngumfazi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha uHamore nabo, esithi, uShekem, unyana wam, umphefumlo wakhe uthene nca nentombi yakowenu; khanimnike ibe ngumkakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha uHamore kubo, wathi, uShekem, unyana wam, intliziyo yonyana wam, iyayikhumbula intombi yenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHamore wenjenje ebhekisa kuYakobi: “Unyana wam uShekem uyayithanda le ntombi yakho. Ndiyakucela ke, mvumele ayithathe.