Genesis 35:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti utixo kuye: Igama lako ngu‐Yakobi; alisayi kuba sabizwa igama lako ngo‐Yakobi, koko loba ngu‐Sirayeli igama lako; waza wambiza ngegama elingu‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uThixo kuye, Igama lakho nguYakobi; akuyi kuba sathiwa igama lakho nguYakobi, kuya kuthiwa igama lakho nguSirayeli; wamthiya ke igama elinguSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uThixo kuye, Igama lakho nguYakobi; akusayi kuba sathiwa igama lakho nguYakobi, kuya kuthiwa igama lakho nguSirayeli; wamthiya igama elinguSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wenjenje ukuthetha uThixo: “Kuthiwa igama lakho unguYakobi, kodwa ukususela ngoku kuya kuthiwa unguSirayeli.” Kwaba ke njalo uThixo umthiya igama elinguSirayeli.