Genesis 35:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nelilizwe endalinika ku‐Abrahame naku‐Yisake, ndolinika kuwe; nenzalo yako emva kwako ndiya kunika elilizwe nakuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwe endalinika uAbraham noIsake ndilinike wena;ndilinike imbewu yakho emva kwakho ilizwe elo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwe endalinika uAbraham noIsake ndiza kulinika wena, ndilinike imbewu yakho emva kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhlaba endawunika uAbraham noIsake ndiwunika wena kunye nabazukulwana bakho emva kwakho.”