Genesis 35:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, ekupumeni kwompefumlo wake, (ngokuba wafayo,) wambiza ngegama elingu‐Benoni; kanti uyise wambiza ngegama elingu‐Benjamine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ekupumeni komphefumlo wakhe, kuba wafayo, wathi nguBhenoni igama lakhe; ke yena uyise wathi nguBhenjamin.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma umoya wakhe, akuba efile, wathi nguBhenoni igama lakhe; ke yena uyise wathi nguBhenjamin.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo xesha ke uRakeli wayeseleqhawuka. Uthe kanye xa uphumayo umphefumlo wathi igama laloo mntwana nguBhenoni. Uyise yena wathi nguBhenjamin.