Genesis 35:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wafa njalo u‐Rakele, wancw̔atywa endleleni yase‐Eferata, ekwa yiyo i‐Beteleheme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa ke uRakeli, wangcwatyelwa endleleni yase-Efrata eyiBhetelehem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa ke uRakeli, wangcwatyelwa endleleni yomEfrati, eyiBhetelehem ke leyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke uRakeli wafa, wangcwatywa ecaleni kwendlela eya e-Efrata, ekuthiwa yiBhetelehem.