Genesis 35:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Yakobi wamisa isimo sokukumbuza pezu kwencw̔aba lake: eso sisimo sokukumbuza sencw̔aba lika‐Rakele kude kube yimini yanamhla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYakobi wamisa isimiso phezu kwengcwaba lakhe; sisimiso sengcwaba likaRakeli nanamhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYakobi wamisa ilitye lesikhumbuzo phezu kwengcwaba lakhe; lilitye lesikhumbuzo lengcwaba likaRakeli unanamhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wemisa ilitye lesikhumbuzo apho uYakobi. Liselapho; nangoku lisaqondisa ingcwaba likaRakeli.