Genesis 35:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Bileha, ikobokakazi lika‐Rakele; ngu‐Dane, no‐Nefatali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaBhiliha, umkhonzazana kaRakeli, nguDan noNafetali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaBhiliha, umkhonzazana kaRakeli; uDan noNafetali:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bempelesi kaRakeli uBhiliya yayinguDan noNafetali.