Genesis 35:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Zilipa, ikobokakazi lika‐Leya; ngu‐Gadi, no‐Ashere. Aba bangonyana baka‐Yakobi, abebezelwe kuye e‐Padane‐arame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaZilipa, umkhonzazana kaLeya, nguGadi noAshere.Ngabo abo oonyana bakaYakobi, awabazalelwa ePadan-aram.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noonyana bakaZilipa, umkhonzazana kaLeya; nguGadi noAshere: Ngabo abo oonyana bakaYakobi awabazalelwa ePadan-aram.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bempelesi kaLeya uZilipha yayinguGadi noAshere. Aba nyana bazalelwa ePadan-aram.