Genesis 35:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandul’ ukunduluka ke; saye sibako isoyikiso sikatixo pezu kwezixeko ezibangqongayo, baza abantu bazo abaputuma emva kwabo onyana baka‐Yakobi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banduluka; uqhiphulo-mbilini ngoThixo lwaba phezu kwemizi ngeenxa zonke kubo, ayabasukela oonyana bakaYakobi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Anduluka, yaye ukoyika uThixo kwabakho kwimizi ngeenxa zonke kubo, ayabasukela oonyana bakaYakobi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumka kukaYakobi noonyana bakhe, abantu beedolophu ezikufuphi baba noloyiko olukhulu, ababasukela.