Genesis 35:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wafika u‐Yakobi e‐Luze, esezweni le‐Kanane, ekwa yiyo i‐Betele, yena nabo bonke abantu ababenaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika uYakobi eLuzi, esezweni lakwaKanan, ekwayiBheteli;yena nabo bonke abantu ababenaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika uYakobi eLuzi, esezweni lakwaKanan, oko kukuthi, iBheteli, nabantu bonke abenabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya kugaleleka eBhetele eKanana uYakobi nentsapho yakhe yonke. IBhetele ke yayaziwa ngokuba yiLuzi.