Genesis 35:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza waka kona isibingelo, wabiza indawo leyo ngokuti yi‐Ele‐betele; ngokuba bekukona utixo watyileka kuye, akusaba ebusweni bomkuluwe wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakha khona isibingelelo, wathi loo ndawo ukuyibiza nguThixo waseBheteli; kuba kulapho uThixo wazityhilayo kuye, ekubalekeni kwakhe ebusweni bomkhuluwa wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakha khona isibingelelo, wathi igama laloo ndawo yiElibhetele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamisa iqonga lamadini apho uYakobi, wayithiya loo ndawo ngoThixo waseBhetele. Kaloku kulapho uThixo wazibonakalisayo kuYakobi xa wayebaleka umkhuluwa wakhe.