Genesis 35:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya wabonakala utixo ku‐Yakobi, akuba ebevele e‐Padane‐arame, wamtamsanqela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wabuya wabonakala kuYakobi ekuveleni kwakhe ePadan-aram, wamsikelela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wabuya wabonakala kuYakobi ekuveleni kwakhe ePadan-aram, wamsikelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wabuya wavela kuYakobi ukubuya kwakhe ePadan-aram, wabuya wamthamsanqelisa.