Genesis 36:12 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabe u‐Timna elishweshwe lika‐Elifazi, unyana ka‐Esau; owamzalela u‐Elifazi u‐Amaleki: aba bangonyana baka‐Hada, umfazi ka‐Esau.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UTimna ebelishweshwe likaElifazi, unyana kaEsawu, wamzalela uElifazi uAmaleki;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uTimna waba sisithende sikaElifazi, unyana kaEsawu; wazala uElifazi, uAmaleki. Ngabo abo oonyana baka-Ada, umkaEsawu.