Genesis 36:13 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaba nonyana baka‐Rehule; ngu‐Nahate, no‐Zera, n o‐Shama, no‐Miza: aba bebengonyana baka‐Basemate, umfazi ka‐Esau.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngabo abo oonyana baka-Ada, umkaEsawu. Ngabo aba oonyana bakaRehuweli: uNahati, noZera, noShama, noMiza. Ngabo abo oonyana bakaBhasemati, umkaEsawu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana bakaRehuweli; nguNahati noSeraki, nguShama noMisa; Ngabo abo oonyana bakaBhashmati, umkaEsawu.