Genesis 36:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naba bangonyana baka‐Rehule, unyana ka‐Esau; inkosana engu‐Nahate, inkosana engu‐Zera, inkosana engu‐Shama, inkosana engu‐Miza: aba bazinkosana zivela kuye u‐Rehule elizweni le‐Edome; aba bangonyana baka‐Basemate, umfazi ka‐Esau.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana bakaRehuweli, unyana kaEsawu: sisikhulu esinguNahati, isikhulu esinguZera, isikhulu esinguShama, isikhulu esinguMiza; zizo ezo izikhulu zakwaRehuweli ezweni lakwaEdom; ngabo abo oonyana bakaBhasemati, umkaEsawu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana bakaRehuweli, unyana kaEsawu; ukumkani uNahati, isikhulu uSeraki, isikhulu esinguShama, isikhulu uMisa; Ngabo abo oonyana bakaBhashmati, umkaEsawu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
URuweli, unyana kaEsawu, yena nguyise-mkhulu wezi zizwe: amaNahati, amaZera, amaShama, namaMiza. Bonke aba ngabomlibo kaBhasemati umka-Esawu.