Genesis 36:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naba bangonyana baka‐Shobali; u‐Alevane, no‐Manahate, no‐Hebali, n o‐Shefo, no‐Oname.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana bakaShobhali: nguAlevan, noManahati, noEbhali, noShefo, no-Onam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana bakaShobale; noAlvane, noManahati, noEbhali, noTsefo, no-Onam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UShobhali wayengukhoko wama-Alvani, namaManahati, amaEbhali, amaShefo, namaOnam.