Genesis 36:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naba bangonyana baka‐Hana: u‐Dishone: no‐Holibama uyintombi ka‐Hana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana baka-Ana: NguDishon; uAholibhama wayeyintombi ka-Ana: nguDishon; uAholibhama wayeyintombi ka-Ana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana baka-Ana; uDishon no-Aholibhama intombi ka-Ana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAna wazala uDishon, lo ungukhokho wamaHemdan, amaEshbhan, amaItran, namaKeran. UAna wayekwanentombi egama linguHolibhama.