Genesis 36:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaba onyana baka‐Etsere; u‐Bilehane, no‐Zavane, no‐Hakane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana bakaEtsere:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana bakaEzere; uBilhan kunye noSaavan kunye noAkan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEzere wayengukhokho wamaBhilehan, amaZavan, nama-Akane.