Genesis 36:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaba onyana baka‐Dishane; u‐Hutse, no‐Arane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguBhilehan, noZavan, noAkan. Ngabo aba oonyana bakaDishan: ngu-Utse noAran.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana bakaDisane; Utse kunye noAran.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDishan yena ungukhokho wamaUzi nama-Aran.