Genesis 36:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waba ngukumkani e‐Edome u‐Bela, unyana ka‐Behori; negama lesixeko sake laliyi‐Dinaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uBhela, unyana kaBhehore, walawula kwaEdom; igama lomzi wakhe yiDinabha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uBhela, unyana kaBhehore, waye walawula kwaEdom, yaye igama lomzi wakhe laliyiDinabha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEsawu wayengukhokho wezi zizwe zamaEdom: amaTimna, ama-Aleva, amaYetete, amaHolibhama, amaEla, amaPinon, amaKenazi, amaTeman, amaMibhezare, amaMagediyeli, namaIram. Ummandla wesizwe ngasinye wathiywa ngegama lentloko yeso sizwe.