Genesis 36:33 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wafa u‐Bela, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Jobabe, unyana ka‐Zera, owase‐Botsera.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa uBhela, wathi uYobhabhi, unyana kaZera waseBhotsera, walawula esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa uBhela, wathi uYobhabhi, unyana kaSeraki, waseBhotsera, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.