Genesis 36:35 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wafa u‐Hushame, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Hadade, unyana ka‐Bedade, owabeta ama‐Midiyane ezindleni zakwa‐Mowabi; negama lesixeko sake laliyi‐Haviti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa uHusham, wathi uHadadi, unyana kaBhedadi, owawatshabalalisayo amaMidiyan emhlabeni wamaMowabhi, walawula esikhundleni sakhe; igama lomzi wakhe yiAviti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa uHusam, wathi uHadade, unyana kaBhedadi, owawabulalayo amaMidiyan ezweni lakwaMowabhi, walawula esikhundleni sakhe; yaye igama lomzi wakhe laliyiAwiti.