Genesis 36:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubutyebi babo bebubukulu kukuba kuhlalwe ndawonye; laye ilizwe lokupambukela kwabo libe likohliwe kukubatwala, ngetuba lenkomo zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ingqwebo yabo ibininzi, ukuze bangabi nakuhlala ndawonye; nelizwe lokuphambukela kwabo libe lingenakubathwala, ngenxa yemfuyo yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba buninzi ubutyebi babo, kunokuba babe ngahlali ndawonye; yaye ilizwe ababekulo lalingenakulithwala ngenxa yemfuyo yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unobangela wokuba emke kukuba lo mhlaba wawungasabaneli; imfuyo yabo yayiselininzi kakhulu.