Genesis 37:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yafumanana naye indoda: ngokuba, bona ke, ebedungudela ezindle; yambuza indoda leyo ngokuti: Ufuna nto nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafunyanwa ngumfo, ebhadula endle; umfo lowo wambuza wathi, Ufuna ntoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafunyanwa ngumfo, ebhadula emaphandleni; Indoda leyo yambuza yathi, Ufuna ntoni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthe esabhadula kwelo zwe, kwavela ndoda ithile, yambuza yathi: “Ufuna ntoni?”