Genesis 37:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati indoda: Bandulukile apa; ngokuba kendeva besiti: Masiye e‐Dotane. Waza u‐Josefe waputuma abakuluwe bake, wabafumana e‐Dotane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi umfo, Bandulukile apha, kuba khendeva besithi, Masiye eDotan. UYosefu wabalandela abakhuluwa bakhe, wabafumana eDotan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi umfo, Bandulukile apha; kuba ndeva besithi, Masiye eDotan. uYosefu wabalandela abakhuluwa bakhe, wabafumana eDotan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Sebemkile,” itshilo loo ndoda. “Ndibavele besithi baza kuya eDotan.” Wenjenjeya ke uJosefu ukulandela abantakwabo, wada waya kugaleleka eDotan, apho wafika bekhona.