Genesis 37:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Juda wati kubazalwana bake: Kwonceda nto nina, ukuba sibulale umninawe wetu, sifihle negazi lake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYuda wathi kubazalwana bakhe, Yinzuzoni na ukuthi simbulale umninawa wethu, sifihle igazi lakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYuda kubazalwana bakhe, Yongeza ntoni na, ukuba simbulele umninawa wethu, sifihle igazi lakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJuda wabhekisa kubantakwabo, wathi: “Iza kusenzela ntoni into yokubulala umntakwethu, khona sesibufihlile obo bugwinta?