Genesis 37:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wabuyela kubaninawe bake, wati: Umfana akako; nam ke, ndoya ngapina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuyela kubaninawa bakhe, wathi, Umfana akakho; mna ke ndosuka ndiye ngaphi na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuyela kubaninawa bakhe, wathi, Umfana akakho; Mna ke ndosuka ndiye phi na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuyela kubaninawa bakhe, wathi: “Madoda, laa nkwenkwe ayikho phaya; ndiza kuyithini le nto?”