Genesis 37:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula ukutuma ingubo yamabala ngamabala, bayisa kuyise, bati: Le siyifumene; kaunakane ukuba iyingubo yonyana wako na, asi yiyo kusinina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayithumela ingubo ende enemikhono ekhaya, bayisa kuyise, bathi, Siyichole; khawufanise, ukuba yingubo yonyana wakho, asiyiyo, sini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathumela ingubo ende enemikhono, bayizisa kuyise; bathi, Siyifumene; Yazi ngoku ukuba yingubo yonyana wakho, asiyiyo, kusini na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bayithatha loo ngubo, bayisa kuyise, bafika bathi: “Sichole le nto; khawufanise ukuba ngaba asiyiyo eyonyana wakho na?”