Genesis 37:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayinakana, wati: Yingubo yonyana wam; udliwe liṙamncwa; ngenyaniso uqwengiwe u‐Josefe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayifanisa, wathi, Yingubo yonyana wam; udliwe lirhamncwa;inene, uqwengiwe uYosefu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazi, wathi, Le ngubo yeyonyana wam; udliwe lirhamncwa; Ngokungathandabuzekiyo, uYosefu waqwengwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi wayifanisa kwangoko, wathi: “Yingubo yomntwanam le! Kwowu, uqwengwe ngamarhamncwa! Hayi, amqwenga-qwengile umntwanam uJosefu!”