Genesis 37:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abakuluwe bake, bakubona ukuba uyise wabo uyamtanda ngapezu kwabo bonke abakuluwe bake, bamzonda, bakohlwa nakukuteta naye ngoxolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abakhuluwa bakhe babona ukuba uyise umthanda ngaphezu kwabo bonke, bamthiya, ababa nakuthetha naye bexolile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa abantakwabo babona ukuba uyise wayemthanda ngaphezu kwabo bonke abantakwabo, bamthiya baza ababa nakuthetha naye ngoxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathi abantakwabo bakuphawula ukuba uyise umthanda ukugqitha bona uJosefu, bamthiya kangangokude bangakwazi nokuthetha kakuhle naye.