Genesis 37:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Josefe wapupa ipupa, walixela kubakuluwe bake; baza bongezelela ukumzonda ngakumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu waphupha iphupha, wabaxelela abakhuluwa bakhe;kwaba kukhona bamthiyayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosefu waphupha iphupha, wabaxelela abakhuluwa bakhe, bamthiya ngakumbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngabusuku buthile uJosefu waba nephupha, athe akulilawula kubakhuluwa bakhe, bamthiya ngakumbi.