Genesis 38:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWABEKUTE ngeloxesha, wehla u‐Juda kubazalwana bake, waya wapambukela endodeni engum‐Hadulame, egama lalingu‐Hira.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngelo xesha, wehla uYuda, esuka kubazalwana bakhe, waya wayimisa intente yakhe ngakwindoda yaseAdulam, egama linguHira.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngelo xesha uYuda wabashiya abazalwana bakhe, wahamba nenye indoda yaseAdulam, egama linguHira.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo xesha ke uJuda wabashiya abantakwabo, waya kuhlala nomfo ogama linguHira, owayehlala kwidolophu iAdulam.