Genesis 38:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kwakubi emehlweni kayehova oko wakwenzayo; ngako wambubisa naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaba kubi emehlweni kaYehova oko wakwenzayo; ngoko wambulala naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Loo nto wayenzayo yayimbi emehlweni kaYehova; ngoko ke, naye wambulala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo nto wayithiya kakhulu uNdikhoyo, waza wabunqamla ubomi bukaOnan.