Genesis 38:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Juda, akumbona, waba uyingnawokazi, ngokokuba egubungele ubuso bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYuda wambona, waba ulihenyukazi, kuba ebegqubuthele ubuso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYuda wambona, waba ulihenyukazi; ngokuba ebegqubuthele ubuso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akumbona uTamare, uJuda waba lihenyukazi nje, kuba wayebufihlile ubuso bakhe.